I hope ndixolelwe mabethunani. Yazi I am not taking you for - TopicsExpress



          

I hope ndixolelwe mabethunani. Yazi I am not taking you for granted tututu, pity I cant tel ingxaki yam apa. Hopefully nani aningabo aba bapapasha iingxaki zabo kwi social networks.rather face them than facebooking them. I love you ;) Insert# 92 Nelson Helo angel, wow! kunini wagqibela ukundifounela, uziva njani? Ncuthu I am better wethu tata. I had some lower abdominal pains ngok ubulapa bt bezingeko kangako, ndiryt ngok. I am so longing for my bed you know. Nelson bebethembisile baby ukuba ngomso ungaphuma, bt they were not 100% sure. Just stay strong wena. you will be home before you know it. Ncuthu ok dad, I am trying to stay strong. just for the sake ka Zime. I have been to where she is ryt now kodwa ngati kungcono kum cz I still had you ndisanawe nanamhlanje. yhoo tata. kanti ubombunje??? ebevakala pa elizwini ukuba undyondyela ulila okanye ke ukukhala kuba surely iinyembezi zona zesezihla. Nelson naye mntanam she has me, I will always be there for yena. I just wish she can realize that. sendimthatha njenge wele lakho. Ncuthu ewe shame tata, I thank God ngokuba notata onje ngawe. I consider my self very lucky yazi. jonga utata ka Zime yena wabaleka, kona tata noba uyayazi that Zoleka has passed on? Nelson Ja uyayazi. Mxolisi told him. masike siyeke ngaye cz andinamdla wakhe. He really abhored any man who runs away from a responsibility of raising a child. uyafana ke nam. and otata bayathanda ukuba nempazamo. umntana needs ur presence not ur presents. Yes, uyayifuna imali but xa ungasenayo ayiti baleka. kukona ke otata abanayo bt abangafuni ngabom ukondla. mna ke I do not call them fathers, sperm donors rather. Ncuthu ok ke tata, I was just calling. let me rest now. umzimba wam needs a great deal of massage tata. ubuhlungu yhuu. by the way, bebephinde babuya abantu bakulo Lucas. they feel sorry for Zime shame. especialy Marcus kuba uyamazi u Zoe. Lucas ke uyayazi that Ncuthu lost the baby, bt that did not make him to love her any less. kukona enye imini ebelele esbhedlele. wazotatwa ngu tata wakhe eksen. Nelson oh ok, they were actually planning a welcome home party for you apa endlin bt I told them uba asinokwenza party klk, sibhujelwe. They understood. Ncuthu yhoo. tata, whats up with the deep Xhosa now. what is ukubhujelwa and I assume kukufa? Nelson giggled a bit. Nelson sitshatyelwe mntanam. Ncuthu whooo! hold it ryt there, you are getting deep nw and not making sense. Nelson omabini la magama athetha ukuba sifelwe bt thina asithi umntu ufile siyahlonipha. You seldon here nasesilungwin esi senu ke umntu esithi so and so is dead they use no more, passed on etc. nathi ke yindlela yethu esihlonipha ngayo. Ncuthu uwhoo! I still have a lot to learn esiXhoseni. except for ukusibhala and ukusifunda. I am too late klonto. bancokola ke kwamandi aba babini. until kwaphela umoya ku Ncuthu. Nelson called back.bancokola kancinci then bavalelisana. The time was now 8 pm kwangolesihlanu. Zime was siting e dining room with Mxolisi, his wife Alumanye, Zoes czn sister Nomonde. bebezolala apho ke. u Mxolisi akakabi nabo abantwana apa emtshatweni thats why bavele bavala indlu yabo beza apa. enyinto bebekhumbula imisebenzi yalo ungasekhoyo. bekuhleliwe ke apo kutyiwa. Nomonde Zama utya gal, noba akungeni just try. ebebhekisa u Zime. Zime I guess you ryt, anyway ndicela ukulala kwi bed ka mamam alone if you guys dont mind. anyone can use my bed. naxa kufike u granny ndizolala naye pha kle kamama. Alumanyeno problem sweety, do as you wish. for now, kabe usitya ke nunuza. Zime gave a faint simel wajonga kwi plate yakhe. imani ndingalibalanga, u Nomonde lo uthabathekille ngu Nelson, she even noticed that akaphawulwanga eminweni. wazixelela ukuba uzofuna more infor about hin apa ku Mxo. ebengekade alifumane ke ithuba loba ibe nguye no Mxo abuzisise ngalendoda ibe intliziyo yakhe. futi ebengathi akaqali ukumbona. pof naku Nelson ngok aziswayo uye wabuqhela obu buso buka Nomonde bt akayazi ukuba umazelapi. Yhooo! I wonder. At Joe Slovo kwa Thembelani. nalapo kuyatyiwa. klk u Juju ebenze his styupridish. kwatyiwa ke kuncokolwa kumandi. they were done. Solakha wahlammba izitya uJuju wahlambaabantana wayobabeka kwi rom yabo. he then went to help Solakha e kitchen.. Juju baby do you think ndimxelele u Nelson about what I saw or ndimnike nje some hints. uba ibiyenye indoda maan le ityelwayo. Nelson is so damn loyal. Solakha wazenza ingathi uyacinga, waqethuka wacimelisa imehlo elinye. Juju you look so cute when you do that. Solakha no baby sumxelela, .. Juju baby these ppl are engaged to be maried. SolakhaThembelani suzenza i saint, wonke umntu unempazamo. jonga. I will talk to Nozy about this Lwazi guy, myekele kum.. Juju wothuka!!! JujuLwazi guy? so uyamazi igama lakhe, uyayazi moss yonke lento? yatshintsha ebsweni indoda yabeka nalo plate ibiyosula. Solakha wished to vanish okanye avele athi kange athethe lonto. how could she do this to her self. nge luck yakhe phone ka Juju yakhala. iyi msg ke poff. wayfunda wagqiba wambi ebsweni. Solakha wambona and she was curious and worried at the same time. Solakhanguban lowo esithini baby? Juju its no one, ngubani uLwazi Solakha? I told you I am pregnant with ur baby and I tested positive kwi HI virus, ndicela ukukubona plz wethu. I need ur financial help that was the msg.
Posted on: Tue, 12 Aug 2014 20:54:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015