Lendonda yenza i party, ibize abahlali phofu kukho i swimming pool - TopicsExpress



          

Lendonda yenza i party, ibize abahlali phofu kukho i swimming pool kulendlu igcwele ngookrebe, ithi lendonda umntu onoqubha kule swimming pool ayophumela kwelinye icala izomnika i R800 000 okanye enye yentombi zayo ezintle, ithe ngekagqibi nothetha dyumpu yangena enye ndonda emanzini, yo yekake uleqwa ngookrebe kodwa yayophumela ngaphaya, ngoku iya buzwa ba ifuna ntoni between le mali or le ntombi?, waphendula unkabi Hay andifuni nenye, ndifuna lendonda indityhalileyo qhaaa ndizoyingomba :v :v :v :( :v :v :v :( :( :( :( Yebethuna! ndakubetha wena :( :v
Posted on: Sat, 13 Dec 2014 19:07:40 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015