Season two ...thirty Waqhubeleka nondiyala ke umha lo - TopicsExpress



          

Season two ...thirty Waqhubeleka nondiyala ke umha lo sekubonKala uba iminyaka seke imkile. Amadodakaz ayebonakala uba isgezo es asnqabanga abonakala nje apha entethweni yabo. Hee kwalento yoyalwa ngabantu abanxibe ibhlukhwe ndiyaqheleka nje apha. Bazini bona ngento zomzi,de bath ndnyamezele nje. After kugqityiwe ke kwabizwa amadoda alomzi ndaziswa ndxelelwa noba ndhloniphe njan ingobani abantu be family. Indlu yona yaynkulu intle. Mha..Sima nanku umyenakho ke cc...ubonani. Ndaphakamisa intloko ndafika iyindoda esele iqinile. Yhoo kwa amathambo alomtu omelel sana,angandthatha andjule kwa hell xandvukwe ngamafufunyana. Akamhlanga akambanga yena sheim utata lo qha nje unxibe isxhego. Hee ininz into ezawtshintsha apha. Waphakama ke wenjenje... Him..sima nkosikaz wam ndyabulela ngoba namhlanje undenze indoda emadodeni. Ndyathembisa mfaz wam kwaye ndyafunga phambi kwalenginginya kunye nefemeli yam uba ndzakwenzela konke okudingwa yintliziyo yakho inkosi indincedA. ... Heee aysosxhosa sana yinto andyaz ngath kobanzima. Wath akugqiba ke kwathwa mandiyophaka. Yhuu ndandizawphaka njn mna abantu abangaka. Kweza enye intombi yazondncedisa..anti sana wayehlel kude exhelithamsanqa.. Ndahambisa ukutya ke kwatyiwa ndahlamba izitya baphunguka abantu. Kwafika ixesha loba anti ahambe naye hayke ndakhala nam,ehok Her...ndizomana ndizokukroba,oko. Ungoyiki undfownele xaufuna into. We shared a hug wemka ke.. Bahamba abantu bayolala one by one. Hee ndaske ndaphathwa yinkwantya sana kwapheela tu ukundweba. Kwathi tshee lobonani yhu ndagoba ndazenza bhizi. Him...awsemhle mfaz wakuthi. I faked a smile ndaqhubeleka noklina. Him..masambe solala inoba udiniwe sele ndikubekele namanz ovasa. Me..ndyeza ibuhamba Him..ungabimde ke Me..ok Ndayochitha amanz ndasowka faydukhwe nge bleach ndatshayela xandvala ndegqi ngalendoda emnyango.. Him..besele ndizokukroba Me..hay sele ndisiza Ndavala sahamba,ke. The house was nice and warm kuplagwe heater yombane. Haysana,kulelali kuyakhuphiswana ngobuhle bt abafiki kulk balo kuhle qha pha. Ndangena ndachopha ebhedin Him..azakuphola amanz hlamba,alok,sis Me..kutheni ukhethe mna nje? Him..ndandikuxelele ndath abakhe babonana bobuya babonane. Me..njani ke Him..thethuba awsandkhumbuli tu? Me..ndikukhumbula usenzani phi kanene Him...ndzakubalisela ngenye imin.khulula uzolalainoba udiniwe Ndakhulula ndahlamba ndanxiba nondrokhwe ndambeka phezu kwamabele waphakama ubonani wayochitha amanz wam..uwoo aka sweet nje. Wabuya sele ndiphantsi kwazi. Wamophissha phants wagalela amanz wahlamba inyawo wazongqengqa. Amathumbu ayexuxuzela yindlala noloyiko. Sabukana into engange 10mins akho uthetha nomnye qha sjongene,emahlwen. Woluka izandla ndalala phez kwakhe wabe ebonga endamkela mxm. Ohh god ndabugqibelanin ubushushu bendoda. He kissed me uwoo enuka isidudu phuqu. Ndamphuza back hayke kwabashushu ndakhwela phez kwakhe kemna waqhala amehlo cos sasphuzana scimele ndamana,ndimbamba bamba ndehle ngesbhono ndimphuza waxhuma xandfika kutata.. Him..yhoo hay ndiyndoda yomxhosa ,andizqhelan
Posted on: Sun, 10 Aug 2014 06:41:05 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015